Xa imfazwe iyanzela abantu ukuba babhace bawashiye amakhaya abo, kudla ngokubakho intlaninge yabantwana abalahlekayo. Kwenzeka kanye le nto ku-Afi. Kodwa ngethamsanqa wahlangana nexhego elinentliziyo entle negubu lomlingo. When war forces people to leave their homes, children often get lost. And that's what happens to Afi. But luckily, she meets an old man whith a big heart ...and a magic drum.
No one has written a review for 'U-Afi Negubu Lomlingo'
Why not be the first to share your opinion?